Tirelo thinks mpumelelo would combat for her? I say the final president among the many nations, we salute oooo #izeanesthembu





Tirelo thinks mpumelelo would combat for her? I say the final president among the many nations, we salute oooo #izeanesthembu
Tirelo uzobonakalise kakhle ukuthi wonwabile ephumile uVuyokazi, qha Shem Naye okwakhe kuyeza . Kubonakala kwangk ba akwazi uphuma iinyembezi fth ke kusekusasa. Mpumelelo yena ibhinqa kuye Yi trophy ngendlela endibona ngayo, and ke eyesithembu into akakabi ready for Yona.
The only reason endibonayo yena uba afune isithembu uyawathanda amantombi qha qwaba. Kwalento balwe ajonge anganqandi. Ngekhe uyise uBawo uMseleku if ibinguye yenzeke lonto ekhona. Atlist unayo I respect kubantu ababhinqileyo, Mpumelelo usadinga ifundiswa akhule engqondweni
Vuyokazi mdala futhi ukuthi engalwela uMpumelelo🤣
Vuyokazi usile chaa uzenza ngathi alamfuni u sbindi ulwela isdima Sama Simba uzenza strong kanty uyamthanda lomfana ,she must just leave u Tirelo alone #TeamTirelo🔥💝
Is this the last episode
No matter what they will never make me hate Tirelo❤️ she minds her own business they pushed her njr ngoba bebeze kwi mission as she stated bengena
Imagine ulelwe uMpumelelo yerrr Vuyokazi 🚮🚮🚮
Forever Tirelo i just love her♥️🔥🔥
Tirelo uty Vuyo lwela ndoda ebeni kuyena oyilwelayo n osukume Qala eza Vuyo funa zenza muhle ndodeni Tirelo
Tirelo thinks she is loved more Mphumrlelo can leave her anytime
Just gives her 2 years from now,,she wil understand what life it’s like/ infact I am going to cast a schitho on her/I think Vuyo needs me to help her without her concern🤣🤣🤣