Categories Posted inin TV Oh Zoleka, you’re so candy that I’m so loopy! #Inimbamzansi Posted byby soapietv August 5, 2025 10 Comments Oh Zoleka, you’re so candy, I am so loopy! #Inimbamzansi ONA seen that his competitor Thato felt depressed and was afraid of the rise …“It’s too late” Yess bellies #noburnAaw kodwa Sphola bafeth, he opens a police case in opposition to Darika and Leeto .. Now …Nkosi brings everybody collectively to the collective – ONA, Religion and the remainder of the staff …
Previous Post Posted inin TV South Africa is once more in mourning… Little Lolitha Kowa, 7 years outdated, was Tak ... August 5, 2025
Next Post Posted inin TV He bought one in all his kidneys simply to purchase his girlfriend an iPhone and a W ... August 5, 2025
Uyangicasula uZoleka. Why kubengathi she’s desperate manje uvumela lendoda imdelele kwakhe 😒😒😒 Reply
uNosakhe sana wase wavuma kwanto ethethwa ngu Hlathi pofu akayibeki nakakuhle uyagwexa nakulengxaki yakhe anayo yhoo Reply
Zoleka unesoft spot for Hlathi akazi nokuthi enzenjani Hlathi uyambonisa ukuthi ungumfazi uzozwa ngami nami yindlu yami lena sishadile,yhoo anganya kumi Hlathi Reply
Yhoooo yhooo ingase ndixhwithe inwele zam ngumsindo ðŸ˜ðŸ˜heey uZoleka sana uyandiphoxa,umamakhe ave engenamqolo nguye lo othi ku Zoleka makavume kwanto ethethwa leliqili linyolukileyo lingu Hlathi Reply
Zoleka did you know this Hlathi thing for Qhawe otherwise angimdingi UHlathi uzokuveza soon lomndeni wamdina kudala and use njalo awujiki bamkhumbuza old days eze eqa so nje usizobakhombisa ikhanda lakhe Reply
Yho unezothe loHlathi rha ucenge ntoni na uZoleka kulomfana ungacacanga mxm
Uyangicasula uZoleka. Why kubengathi she’s desperate manje uvumela lendoda imdelele kwakhe 😒😒😒
😃😀😀😃😄😄😄😀😀ndaphela yintsini apha
uNosakhe sana wase wavuma kwanto ethethwa ngu Hlathi pofu akayibeki nakakuhle uyagwexa nakulengxaki yakhe anayo yhoo
Uyadika u Hlathi rhaa 🤣🤣
Uthandi ndoda kakhulu
Zoleka unesoft spot for Hlathi akazi nokuthi enzenjani Hlathi uyambonisa ukuthi ungumfazi uzozwa ngami nami yindlu yami lena sishadile,yhoo anganya kumi Hlathi
Yhoooo yhooo ingase ndixhwithe inwele zam ngumsindo ðŸ˜ðŸ˜heey uZoleka sana uyandiphoxa,umamakhe ave engenamqolo nguye lo othi ku Zoleka makavume kwanto ethethwa leliqili linyolukileyo lingu Hlathi
Zoleka did you know this Hlathi thing for Qhawe otherwise angimdingi UHlathi uzokuveza soon lomndeni wamdina kudala and use njalo awujiki bamkhumbuza old days eze eqa so nje usizobakhombisa ikhanda lakhe
😂😂😂😂🔥